I-Cargo
Appearance
![](http://206.189.44.186/host-http-upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/a/ab/Container-Terminal-Altenwerder-CTA-2004.jpg/220px-Container-Terminal-Altenwerder-CTA-2004.jpg)
![](http://206.189.44.186/host-http-upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/6/63/Donkey2.jpg/220px-Donkey2.jpg)
I-Cargo okanye igutsi ithetha impahla ehanjiswa ngabantu, ngokusoloko besebenzisa iinqwelo mafutha ezenzelwe loo msebenzi endaweni yezo zenzelwe iinkonzo zokuthutha abahambi. Inqwelo idla ngokuba y-itruck okanye igutsi, i-igutsi ehamba eyinqwelo ntaka okanye uloliwe oyigutsi.
Esi sibizo sisetyenziswa njengesibizo esingenakubaleka ngokwamanani; abantu bayakuthetha ngegutsi. Namhlanje, iimpahla zihlala zipakishwa kwiitoni zokuhambisa iimpahla ngolwandle, endaweni yezo ze-bulk Cargo. indawo apho zothula khona eziCargo okanye ezi gutsi ibizwa ngokuba yi-cargo terminal.